Sibunjwe ngokukhethekileyo
Amantombazana antsundu angamadela-kufa, enza kwenzeke, kwaye ayawushukumisa umhlaba. Singaba ziingcali kwezenzululwazi, amagcisa, iinjineli okanye naluphi na uhlobo lobuvulandlela.
Amantombazana antsundu akhaliphile, silandela umzekelo wamanye amanina akhethekileyo! Nditsho amanina awayekhona phambi kokuba sizalwe – oodade bethu noomama bethu.
Incwadi ethi Sidalwe ngokukhethekileyo yincwadi eyakhayo...